letras.top
a b c d e f g h i j k l m n o p q r s t u v w x y z 0 1 2 3 4 5 6 7 8 9 #

letra de chola chola - kelvin momo, tycoon & makhanj

Loading...

subasaythetha
subuza ibus ibhaliwe
awuboni isimo siyatshintsha?
awujonganga
kuyabonakala
usafuna funa
maluxikixwe oludaba
maluxikixwe oludaba

ndakucenga oko
ndakunqanda imihla nezolo
kude kutshe nelizwi lami pho?
khawenze ngcono
ndakucenga oko
ndakunqanda imihla nezolo
kude kutshe nelizwi lami pho
khawenze ngcono

kwaba abaza emva kwami jo
ndakube ndichola chola chola chola
ndibendi zama uku dibanisa
amaqhekeza
amaqhekeza entliziyo

ndakube ndichola chola chola chola
ndibendi zama uku dibanisa
amaqhekeza
amaqhekeza entliziyo
ndakube ndichola chola chola chola
ndibendi zama uku dibanisa
amaqhekeza
amaqhekeza entliziyo

ndakube ndichola chola chola chola
ndibendi zama uku dibanisa
amaqhekeza
amaqhekeza entliziyo

kuyabonakala
usafuna funa
maluxikixwe oludaba
maluxikixwe oludaba

ndakucenga oko
ndakunqanda imihla nezolo
kude kutshe nelizwi lami pho?
khawenze ngcono
ndakucenga oko
ndakunqanda imihla nezolo
kude kutshe nelizwi lami pho
khawenze ngcono

ndakube ndichola chola chola chola
ndibendi zama uku dibanisa
amaqhekeza
amaqhekeza entliziyo
ndakube ndichola chola chola chola
ndibendi zama uku dibanisa
amaqhekeza
amaqhekeza entliziyo

letras aleatórias

MAIS ACESSADOS

Loading...