letras.top
a b c d e f g h i j k l m n o p q r s t u v w x y z 0 1 2 3 4 5 6 7 8 9 #

letra de sisahleleleni (i) - bongeziwe mabandla

Loading...

ha ha ha ha
ha ha ha ha
ha ha ha ha
haaaa – haaaa
ha ha ha ha
ha ha ha ha
ha ha ha ha
haaaa – haaaa

[verse 1]
asikwaz’ ukuphila
mingaph’ iminyaka
sisenz’ intwenye
kukho ixesha
apho k-mele samkele
uba apha akusekho nto

[chorus]
sisahleleleni na?
ub’ asonwabang’ apha?
ngaba yintoni na
esigcin’ apha?
sisahleleleni na?
ub’ asonwabang’ apha?
ngaba yintoni na
esigcin’ apha?
[verse 2]
icacile ak-mele ndibe apha
kukhona eny’ indawo
ek-mele ndibe kuyo
icacile ak-mele ndibe apha
kukhona eny’ indawo
ek-mele ndibe kuyo
ek-mele ndibe kuyo
ek-mele ndibe kuyo
ek-mele ndibe kuyo
ek-mele ndibe kuyo

[chorus]
sisahleleleni na?
ub’ asonwabang’ apha?
ngaba yintoni na
esigcin’ apha?
sisahleleleni na?
ub’ asonwabang’ apha?
ngaba yintoni na
esigcin’ apha?

letras aleatórias

MAIS ACESSADOS

Loading...