letras.top
a b c d e f g h i j k l m n o p q r s t u v w x y z 0 1 2 3 4 5 6 7 8 9 #

letra de ​salanabani (13.8.18) - bongeziwe mabandla

Loading...

ndosalanabani?
xa ndishiywa nguwe
xa ndishiywa nguwe
ndosalanabani?
xa ndishiywa nguwe
xa ndishiywa nguwe
ndosalanabani?
xa ndishiywa nguwe
xa ndishiywa nguwe

[verse 1]
ngabe nguwe lona
oth’ ufuna ukuhamba?
uyayazukuba andiphili ngaphandle kwakho
uthi ndenzenjani
xa konke kuphelile?
ulithatha iphupha lami

khawundixelele
ndikwenzeni na?
bendizama ukubonis’ uthando lwami
masinganikezeli
emva konk’ esidlule kuko
ntliziyo yami, ndayinika wena

[chorus]
ndosalanabani
xa ndishiywa nguwe?
xa ndishiywa nguwe
ndosalanabani
xa ndishiywa nguwe?
xa ndishiywa nguwe
[verse 2]
kutheni undibulala?
ufun’ undibulala
wen’ undibulala
musa ukundibulala
ufun’ undibulala
sukundibulala
kutheni undibulala?
ufun’ undibulala
wen’ undibulala
musa ukundibulala
ufun’ undibulala
sukundibulala

letras aleatórias

MAIS ACESSADOS

Loading...