letras.top
a b c d e f g h i j k l m n o p q r s t u v w x y z 0 1 2 3 4 5 6 7 8 9 #

letra de isizathu - bongeziwe mabandla

Loading...

[verse 1]
wakhala, unontlupheko
ecinga o khathazekile
imini zobuhlungu
ngoku, ngok’uyazibuza

[chorus]
ukuba siph’ (siphi)
siph’ (siphi)
siphi isizathu!

[verse 2]
utat’ umabi uyazama
ethengi yeza lobaliba
izazela zeminyaka
ngoku, nanku uyazibuza

[chorus]
ukuba siph’ (siphi)
siph’ (siphi)
siphi isizathu!

[verse 3]
umalusi akazifuni yena
uthi soze, soz’ ayemlanjen
abanye abantu ubabeka phezulu
yen’umabi uyabuzisa

[chorus]
ukuba siph’ (siphi)
siph’ (siphi)
siphi isizathu!

[verse 4]
ndim umoni ongaziboni
nguw’ eyam inyani, nguw’ eyam indlela
uzundichol’ ethulini undibonisa
undikhumbuze xa ndilibele

[chorus]
ukuba siph’ (siphi)
siph’ (siphi)
siphi isizathu!

ukuba siph’ (siphi)
siph’ (siphi)
siphi isizathu!

[bridge]
siphi, siphi
isizathu, isizathu
siphi na, siphi na
siphi, siphi
isizathu, isizathu
siphi, siphi

[chorus]
ukuba siph’ (siphi)
siph’ (siphi)
siphi isizathu!

ukuba siph’ (siphi)
siph’ (siphi)
siphi isizathu!

ukuba siph’ (siphi)
siph’ (siphi)
siphi isizathu!

ukuba siph’ (siphi)
siph’ (siphi)
siphi isizathu!

ukuba siph’ (siphi)
siph’ (siphi)
siphi isizathu!

ukuba siph’ (siphi)
siph’ (siphi)
siphi isizathu!

letras aleatórias

MAIS ACESSADOS

Loading...