
letra de intro - bongeziwe mabandla
Loading...
kwezo khahlamba, ph-sh-ya kwemifula
phezulu encochoyini, ezintabeni ezingcwele
kulapho endandihleli khona
yima kulo ndawo ukhwaze igama lakhe
wombona
wombona, wombona
wombona
wombona, wombona
kodwa hamba
nants’ indlela hamba
indlela hamba
nants’ indlela hamba
kodwa hamba (andinayo)
nants’ indlela hamba (enye indawo)
indlela hamba (bawo, endingaya kuyo)
nants’ indlela hamba
kodwa hamba (ndivulele ndingene)
nants’ indlela hamba
indlela hamba (ukuze nam ndide ndibone)
nants’ indlela hamba
kodwa hamba
nants’ indlela hamba
indlela hamba
nants’ indlela hamba
letras aleatórias
- letra de далматин (dalmatian) - лесоповал (lesopoval)
- letra de wieso wir - clair dawn
- letra de no - zaff
- letra de problemas de roupão - vasco nico g.
- letra de sube el dembow - divino
- letra de yogurt - luxury the rapper
- letra de alien - samuel jr
- letra de lifter - oxon
- letra de metamorphosis - braydentv
- letra de fake talkin' - the7thlostghost