letra de nomthandazo - blt
[chorus]
nomthandazo nomthandazo׳
aw’buyele khaya
aw’buyele khaya
[verse]
ixesha alihambi, usukulude
inhlizoyoyam uyayophula
xawenzanjalo abahlobobakho
bandibuza ngawe njalo njalo
ukuba ndikwenzeni nah
ndenzeni nah (mmmhh)
ndik’nikile inhlonipho
ndik’nikile uthando (heeii)
imizamoyam bendenzela wena
bendenzela wena kodwa
namhlanje m’na ndilila ngawe
ndilila ngawe
[chorus]
nomthandazo nomthandazoײ
aw’buyele khaya
aw’buyele khaya
[verse]
(heeii)umama uyabuza uthi sana
sana uph’umakoti omalume bathetha
ngelobola (hee) k-mele nditshate
k-mele nditshate andazi ukuba
ndiyothini kubo m’na nawe kade
singathethi sthandwasami kade
singathethi ingabe ndikwenzeni
ndicelubuye ndicelubuye
[chorus]
nomthandazo nomthandazo׳
aw’buyele khaya
aw’buyele khaya
letras aleatórias
- letra de chinese food & netflix - eric bellinger
- letra de dwell - sleep on it
- letra de believe me - j. logan
- letra de don't flinch - david dallas
- letra de scott storch - sle vxf
- letra de träumer - izrail
- letra de physical - aftertheparty
- letra de руки в небеса (ryki v nebesa) - just name
- letra de empty streets - scandroid
- letra de beautiful you - nathan leigh jones