
letra de kuzobamnandi - anathi swaphi
ndandihleli ebumnyameni
ndandikhangela impumelelo
umazingela epheth’ityiwa
n0ba kuth’wani soqubha siphume le
siwelile, bayaspusha siwele le
kanti siwe ngalena, sibe sesvuka le
besendfun’unikezela
bendingafun’uhamba ndicela
wath’umama bekezela
hehehe
besendfun’unikezela
bendingafun’uhamba ndicela
wath’umama bekezela
kuzobamnaaaaandi
kuzobamnandi, ma sek’jik’izinto
kuyobamnaaaaandi
kuyobamnandi xa sesjik’izinto
bambelela siyajika (jika)
noze nithi ndandtshilo (tshilo)
zonk’izinto zojika (jika)
kuyobmnandi
bambelela siyajika (jika)
noze nithi ndandtshilo (tshilo)
zonk’izinto zojika (jika)
kuyobmnandi
bebesfuna behind bars, we put them on beats
befuna siphele silamba sibukele besitya
libala nge sundowns, sky is not the limit
cause now when we touch down they see the star in me
i called moms first time i met kiernan (rip)
ndamv’ekhala, i knew she proud
she ’bout to see her baby on the tv now
her baby ’bout to take over the city now
makuqhum’ishaza kwelam’ingomso
‘khuph’ipapa, ufak’lobster
the good life and the good food
zonke ndizfuna zonke
exe
qhum’ishaza kwelam’ingomso
‘khuph’ipapa, ufak’lobster
the good life and the good food
zonke ndizfuna zonke
(kuzobamnandi)
kuzobamnaaaaandi
kuzobamnandi, ma sek’jik’izinto
kuyobamnaaaaandi
kuyobamnandi xa sesjik’izinto
bambelela siyajika (jika)
noze nithi ndandtshilo (tshilo)
zonk’izinto zojika (jika)
kuyobmnandi
bambelela siyajika (jika)
noze nithi ndandtshilo (tshilo)
zonk’izinto zojika (jika)
kuyobmnandi
soze ndijike mna, seksele kancane
letras aleatórias
- letra de từ đầu dây bên kia - trung trần
- letra de 1inamillion - haz the kid
- letra de brown baby - ysf
- letra de something's in the water - alycia bella
- letra de báilalo mujer - flor de rap
- letra de eclipse de luna - leny andrade
- letra de miserable - brendan hendry
- letra de go to horror - disléptiku's bloodycore
- letra de ferrari (feat. luciano) - capo plaza feat. luciano
- letra de rightly accused - everture