![letras.top](https://letras.top/files/logo.png)
letra de lala ngoxolo - ami faku
[verse 1: ami faku]
sobonana kweli linye ilizwe
kuyabanda ekhaya awukho
ndingxamele ubona uncumo lwakho
sihleli siphele sisqhazolo
[chorus: ami faku]
okw-ngoku
lala, lala ngoxolo
lala, lala ngoxolo
lala, lala ngoxolo
okw-ngoku
lala, lala ngoxolo
lala, lala ngoxolo
lala, lala ngoxolo
[verse 2: ami faku]
uyabona manje, akukho xolo
bendicimba ndinamandla, andiy’kholelwa
linyembezi, azi pheli
akusafani la ma ungekho
ubungathe awuyonto, ngaphandle kwami
awuyonto
kwaphela ububoza
andinanto
joba umkile
[chorus: ami faku]
okw-ngoku
lala, lala ngoxolo
lala, lala ngoxolo
lala, lala ngoxolo
okw-ngoku
lala, lala ngoxolo
lala, lala ngoxolo
lala, lala ngoxolo
[verse 3: emtee]
(ayy)
you used to tell me i would go far, ayy
you used to tell me i’d be a star, ayy
i know you living better where you are, ayy
you don’t need no ice, don’t need no fancy car, ayy
ngelinye langa sizo bonana
ngelinye langa sizo bloma-ah
ngelinye langa sizo bonana
ngelinye langa sizo bloma-ah
we don’t live forever, we don’t live forever
but i know one day we gon’ be together
we don’t live forever, we don’t live forever
[bridge: ami faku]
sobonana kweli linye ilizwe (ilizwe)
kuyabanda ekhaya awukho
ndingavuya ukuva ilizwi lakho
impilo ibhlungu awukho, mmh-mm
[chorus: ami faku]
okw-ngoku
lala, lala ngoxolo
lala, lala ngoxolo
lala, lala ngoxolo
okw-ngoku
lala, lala ngoxolo
lala, lala ngoxolo
lala, lala ngoxolo
letras aleatórias
- letra de middle child remix - patman
- letra de поток амбиций (diss) - osirius
- letra de sister good game's testimony - jeezy
- letra de oração de carnaval - trupe chá de boldo
- letra de casa mia - raige
- letra de routine - carter (france)
- letra de wrong - k-deep
- letra de suddenly - robin beck
- letra de god forsaken - byzantine
- letra de stitches - acoustic version - chris call