letras.top
a b c d e f g h i j k l m n o p q r s t u v w x y z 0 1 2 3 4 5 6 7 8 9 #

letra de nzinga - simphiwe dana

Loading...

lalisitsho
lisithi
ilizwe lifile
ilizwe liphelile
ilizwe liphelile

lalisitsho
liphuma
entshonalanga
nge ke kutshintshe
ilizwe lifile
lalisitsho ilizwe lifile

ndiphuma kinking yako
ndiphuma kwimilambo yakho
ndemka nemilambo mama
ndingenakho
ndingenakho

ndihlala ndikhangela
ndikhangela
ubuhle
ubuhle bakho
ngobukho bethu emhlabeni
undenza ndiqhaqhe izono zam

ndiphuma kwizinga yakho
ndiphuma kwimilambo yakho
ndemka ndemka ndemka nemilambo
tata
ndingenakho
ndingenakho

ndihlala ndikhangela
ndikhangela
ubuso
ubuso bakho
ngobukho bethu emhlabeni
undenza ndiqhaqhe izono zam

ndikhangela
ubuso bakho
ndikhangela
emadlakeni bo
kwampil’a ay’ithanjiswa
ph-sh-ya ngaphaya
uphuma phi na
ndiye khona

ndibonise
amandla ngawethu
funga phezu kwengwaba likahani
likabiko
likatambo
likamadiba

letras aleatórias

MAIS ACESSADOS

Loading...